1 Kings 22:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati uyehova: Ngubanina oya kuhenda u‐Ahabi, ukuba enyuke, enzakale e‐Ramote yase‐Gileyadi? Wati omnye ngokuti, wati nomnye ngokuti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wathi uYehova, Ngubani na oya kulukuhla uAhabhi, enyuke aye awe eRamoti yaseGiliyadi? Wenjenje lo ukuthetha, wenjenje lo ukuthetha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza uYehova wathi: “Ngubani na oya kukhokelela uAhabhi enyuka aze abulawelwe eRamoti yaseGiliyadi? Watsho omnye leya, nomnye wathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke yena wathi: ‘Yaz' ukuba ngubani na oya kulukuhla uAhabhi aze ahlasele iRamoti yaseGiliyadi, khon' ukuze afele khona?’ Omnye uthethe ngolu hlobo, waza ke omnye wathetha ngoluya.