1 Kings 22:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati ukumkani wo‐Sirayeli: Tabata u‐Mikaya, umbuyisele ku‐Amoni inkosi yesixeko, naku‐Yohashe unyana wokumkani,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani wakwaSirayeli, Mthabathe uMikaya, ubuye naye, umse kuAmon umphathi womzi, nakuYowashe unyana wokumkani;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani wakwaSirayeli, Mthabathe uMika, umse kuAmon umphathi womzi, nakuYowashe unyana wokumkani;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani wakwaSirayeli wathi: “Mthatheni uMika lo, nimse kuAmon usibonda wesixeko noYowashe unyana kakumkani,