1 Kings 22:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, zakubona inkosi zenqwelwana ukuba asi nguye ukumkani wo‐Sirayeli, zabuya ekumlandeleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, bakubona abathetheli beenqwelo zokulwa ukuba asinguye ukumkani wakwaSirayeli, babuya ekumsukeleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babona abathetheli beenqwelo zokulwa ukuba akanguye ukumkani wakwaSirayeli, bajika, bamsukela;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
zaza iingqwayi-ngqwayi ezo zaqonda ukuba akunguye ukumkani wakwaSirayeli, zayeka ukumsukela.