1 Kings 22:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwandula kwahamba indanduluko pakati kwomkosi lakutshona ilanga, isiti: Mabaye abanye ngabanye esixekweni sabo, nabanye ngabanye elizweni labo!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwavakala kukhwazwa emkhosini ukutshona kwelanga, kusithiwa, Elowo emzini wakhe! Elowo ezweni lakhe!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lakutshona ilanga, kwavakala isikhalo phakathi komkhosi wonke, sisithi, Elowo makaye emzini wakowabo, elowo aye ezweni lakowabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi xa lithi ndithenge, kwavakala umyalelo kwalapho emkhosini usithi: “Elowo emzini wakhe! Elowo ezweni lakhe!”