1 Kings 22:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo wafa ukumkani, waziswa e‐Samariya; baye bemncw̔aba ukumkani e‐Samariya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafa ke ukumkani, waziswa kwaSamari. Bamngcwabela ukumkani kwaSamari.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa ke ukumkani, waziswa kwaSamari; bamngcwabela ukumkani kwaSamari.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waba ke ngaloo ndlela ukumkani wakwaSirayeli uyafa. Waza ke wasiwa eSamariya, wangcwatyelwa khona.