1 Kings 22:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU u‐Yehoshafate unyana ka‐Asa waba ngukumkani pezu kwo‐Juda, ngomnyaka wesine ka‐Ahabi ukumkani wo‐Sirayeli,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehoshafati, unyana ka-Asa, waba ngukumkani kwaYuda ngomnyaka wesine ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehoshafati, unyana ka-Asa, waba ngukumkani kwaYuda ngomnyaka wesine ka-Ahabhi ukumkani wakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uYoshafati unyana ka-Asa waba ngukumkani kwaJuda kunyaka wesine uAhabhi engukumkani wakwaSirayeli.