1 Kings 22:45 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nesisalela semicimbi ka‐Yehoshafate, namandla ake abesenza ngawo, nokuba wati nina ukulwa, ayiba̔lwanga na yona encwadini yemicimbi yemihla ngemihla yokumkani bo‐Juda?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezinye izinto zikaYehoshafati, nobugorha bakhe awabenzayo, nokulwa kwakhe, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezinye izinto zikaYehoshafati, nobugorha bakhe awawenzayo, nokulwa kwakhe, ndithi, zibhaliwe na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezinye zeziganeko zolawulo lukaYoshafati, nempumelelo yakhe, neemfazwe awazilwayo, nâzo encwadini yeembali zookumkani bakwaJuda.