1 Kings 22:49 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Ahaziya unyana ka‐Ahabi ku‐Yehoshafate: Maziye izicaka zam kunye nezicaka zako ezinqanaweni; koko u‐Yehoshafate ebengavumi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza wathi uAhaziya, unyana ka-Ahabhi, kuYehoshafati, Abakhonzi bam mabahambe nabakhonzi bakho ngeenqanawa. Akavuma uYehoshafati.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAhaziya, unyana ka-Ahabhi, kuYehoshafati, Abakhonzi bam mabahambe nabakhonzi bakho ngeenqanawa. Akavuma uYehoshafati.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngelo xesha ke uAhaziya unyana ka-Ahabhi wathetha noYoshafati, wathi: “Khawuvumele amadoda am ahambe ngeenqanawa kunye nala wakho.” Kodwa ke wala uYoshafati.