1 Kings 22:53 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba wabekonza u‐Bali, watoba pambi kwake, wamqumbisa uyehova, utixo wo‐Sirayeli, njengako konke abekwenzile uyise wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhonza uBhahali, waqubuda kuye, wamqumbisa uYehova uThixo kaSirayeli, njengako konke awakwenzayo uyise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba wakhonza uBhahali waza waqubuda kuye waza wamdelela uYehova uThixo kaSirayeli kanye njengoko wenzayo uyise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakhonza uBhali, equbuda kuye, wawuxhokonxa umsindo kaNdikhoyo uThixo kaSirayeli kwanjengokuba wenzayo noyise.