1 Kings 3:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza utixo wati kuye: Ngenxa yokuba ucelile lento, ungazicelelanga imihla emininzi, ungazicelelanga nobutyebi, ungacelanga nobomi bentshaba zako, koko uzicelele ingqiqo ukuba uqonde ukugweba;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uThixo kuye, Ngenxa enokuba ucele le nto, akwazicelela imihla emininzi, akwazicelela ubutyebi, akwazicelela ubomi beentshaba zakho, wazicelela ukuqonda ukuba uwathethe amatyala: uya bona, ndenze ngokwelizwi lakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke uThixo kuye, Ekubeni ucele loo nto, akwayicela imihla emininzi; Anibucelanga ubutyebi benu, anicelanga nomphefumlo weentshaba zenu; Ke ucele ukuqonda kwakho ukuba kugwebe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uThixo wathi kuye: “Ngenxa yokuba ucele ngolu hlobo, awazicelela ubomi obude okanye ubutyebi, awucelanga nokuba kubulawe iintshaba zakho, koko ucele ubuchule bokuthetha amatyala ngobulungisa,