1 Kings 3:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bona ke, ndenzile njengamazwi ako; bona ke, ndikupile intliziyo enobulumko nobuqiqo, ekungabangako onjengawe pambili kuwe, nasemva kwako akuyi kuvuka onjengawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyabona, ndikunikile intliziyo enobulumko enokuqonda, ekungabangakho unjengawe phambi kwakho, ekungayi kuvela unjengawe emva kwakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, ndenze ngokwamazwi akho; niyabona, ndininike intliziyo elumkileyo nenokuqonda; kangangokuba ngaphambi kwakho akuzange kubekho unjengawe, nasemva kwakho kungabikho unjengawe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ke mna ke ndiza kukunika ngokwesicelo sakho. Ewe, ndiza kukupha intliziyo enobulumko nengqiqo ukuze ube yimbalasane kubo bonke abantu, kungaze kubekho mntu ufana nawe kwabaphile ngaphambi kwakho nabaya kulandela emva kwakho.