1 Kings 3:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakanjako oko ubungakuceli ndikupile kuwe, kwa ubutyebi nobungcwalisa; ekungayi kubako namnye pakati kwabo okumkani onjengawe yonke imihla yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo oko ungakucelanga ndikunikile nako, kwaubutyebi nozuko, ukuba kungabikho mntu unjengawe phakathi kookumkani yonke imihla yakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndikunikile oko ungakucelanga, ubutyebi nozuko, ukuze kungabikho unjengawe phakathi kookumkani yonke imihla yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaphezulu ke ndiza kukunika nezo zinto ungazicelanga – ubutyebi nesihomo – ukuze ebomini bakho bonke ungabi nantanga kubo bonke ookumkani.