1 Kings 3:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ke omnye umfazi: Ke, nkosi yam! mna nomfazi lo sihleli endlwini nye; ndaza ndazala ndinaye endlwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi enye inkazana, Camagu, nkosi yam! Thina nale nkazana sihlala ndlwini-nye; ndazala, ndinayo kuloo ndlu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yathi enye inkazana, Camagu, nkosi yam, mna nalo mfazi sihlala ndlwini-nye; ndafika kukho umntwana naye endlini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
omnye wabo wathi: “Mhlekazi, mna nalo mfazi sihlala ndlwini-nye. Ngoku ke mna ndiye ndabeleka ndafumana umntwana, ngoko silala sobabini.