1 Kings 3:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza unyana walomfazi wafa ebusuku, ngokuba ebelele pezu kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafa unyana wale nkazana ebusuku, ngokusuka ilale phezu kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa ke umntwana wale nkazana ebusuku; ngokuba wayigubungelayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngabusuku buthile lo mfazi wamfuthanisela wafa unyana wakhe.