1 Kings 3:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ndakuvuka kusasa, ukuba ndanyise unyana wam, nanku efile; kodwa ndakumnakana kusasa, bona ke, ebengenguye unyana wam, lowo ndamzalayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndavuka kusasa, ukuba ndimanyise unyana wam, O! ufile;ndaza ndamgqala kusasa, yini le, asingunyana wam endamzalayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndavuka kusasa, ukuba ndimanyise umntwana wam, O! kodwa ndathi ndakuyicinga ekuseni ndabona ukuba ayingonyana wam lo ndimzeleyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndithe ke ndakuvuka ngentsasa elandelayo, ndizama ukuncancisa usana lwam, lwaye lungasekho! Kuthe ke kwakukhanya ndamqwalasela, ndafumanisa ukuba lo asinguye unyana wam endimzeleyo.”