1 Kings 3:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wapendula ukumkani, wati: Mnikeni lowo umntwana ohleliyo, nize ningake nimbulale; nguye unina wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula ukumkani, wathi, Mnikeni leya umntwana ohleliyo, ningambulali; nguye unina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYehova, wathi, Mnike umntwana ohleliyo; ngumama wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke ukumkani wawisa isigwebo wathi: “Sukuba sambulala umntwana, koko mnike lo mfazi wokuqala, kuba ngenene ngowakhe.”