1 Kings 3:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako isicaka sako sipakati kwabantu bako obanyulileyo, abantu abakulu, abangenako ukulinganiswa nokubalwa ngokuba baninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umkhonzi wakho lo uphakathi kwabantu bakho obanyulileyo, abantu abaninzi, abangenakubalwa, abangenakuxelwa ukuba baninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umkhonzi wakho lo uphakathi kohlanga lwakho olunyuliweyo, uhlanga olukhulu, olungenakubalwa, olungenakubalwa ngenxa yobuninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, isicaka sakho esi siphakathi kwabantu obanyulileyo, ihlokondiba labantu abayinyambalala engenakubalwa.