1 Kings 4:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Yehoshafate, unyana ka‐Paruha, ebekwa‐Yisakare:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguYehoshafati unyana kaParuwa, kwaIsakare;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehoshafati unyana kaParuwa, ezweni lakwaIsakare;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwaIsakare yayinguJoshafati unyana kaParuwa;