1 Kings 4:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Shimehi, unyana ka‐Ela, ebekwa‐Benjamine:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguShimehi unyana kaEla, kwaBhenjamin; nguGebhere unyana kaUri,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nguShimehi unyana kaEla, ezweni lakwaBhenjamin;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwaBhenjamin yayinguShimeyi unyana kaEla;