1 Kings 4:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Gebere, unyana ka‐Uri, ebeselizweni le‐Gileyadi, ilizwe lika‐Sihone ukumkani waba‐Amori, nelika‐Hogi ukumkani we‐Bashane; yena ebekupela kwomongama obekulo ilizwe elo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
elizweni laseGiliyadi, ezweni lakwaSihon ukumkani wama-Amori, nelakwaOgi ukumkani waseBhashan; ekuphela komongameli obekwelo zwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uGebhere unyana kaUri wayesezweni laseGiliyadi, kwilizwe likaSihon ukumkani wama-Amori no-Ogi ukumkani waseBhashan; yaye yayinguye yedwa umlawuli kwelo lizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
eGiliyadi (kuloo mhlaba kaSihon ukumkani wama-Amori, kunye nomhlaba kaOgi ukumkani waseBhashan) yayinguGebhere unyana kaUri; yena wayeyedwa kweso sithili.