1 Kings 4:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
neṙalasi nenca bazizisela amahashe lawo namahashe azimbaleki kulondawo, apo baye beko kona, abanye ngabanye njengesiko labo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Irhasi nomququ wamahashe, nowamahashe aziimbaleki, babeyizisa endaweni apho ibifanele ukuba khona, elowo njengokumiselwa kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo bazisa irhasi nengca yamahashe neekati, elowo ngokwesiko lakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kananjalo babezisa isixhaso samahashe eenqwelo nesamanye, basibeke endaweni yaso; leyo ke yayiyihabile kunye nengca.