1 Kings 4:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayeteta imizekeliso engamawaka matatu; nengoma zake zibe ziliwaka elinantlanu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathetha amawaka amathathu emizekeliso; zathi neengoma zakhe zaliwaka elinantlanu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathetha amawaka amathathu emizekeliso, zathi neengoma zakhe zaliwaka elinantlanu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wenza izafobe ezingamawaka amathathu; waqamba iingoma eziliwaka elinesihlanu.