1 Kings 4:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wateta nangemiti, kwa kuyo isedare ese‐Lebanone kwada kwakuyo ihisope epumayo eludongeni; wateta nangezilo, nangentaka, nangezinambuzane, nangentlanzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathetha ngemithi, ethabathela kumsedare waseLebhanon, ase nakwihisope ephuma eludongeni; wathetha nangeenkomo, nangeentaka, nangezinambuzane, nangeentlanzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayethetha ngemithi, eqalela kumsedare waseLebhanon, wesa kwihisope ephuma eludongeni; Wathetha ngezilwanyana, neentaka, nezinambuzane, neentlanzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imithi nezityalo wayichaza, esusela kumsedare waseLebhanon, waya kuthi xhaxhe ngehisophu enaba ezindongeni. Wafundisa nangezilwanyana, iintaka, nezilo ezirhubuluzayo, kwaneentlanzi.