1 Kings 4:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwavela kubo bonke abantu ukuva ubulumko buka‐Solomone, kubo bonke okumkani bomhlaba, ababevile ngobulumko bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baye bevela ezintlangeni zonke, besiza kuva ubulumko bukaSolomon bevela kookumkani bonke bomhlaba, ababebuvile ubulumko bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babephuma kuzo zonke iintlanga besiza kuva ubulumko bukaSolomon, kubo bonke ookumkani bomhlaba ababephulaphule ubulumko bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, kuSolomon kwakusiza abantu beentlanga zonke, bethunyelwa zizikumkani zehlabathi liphela, ukuze baziphulaphulele ubulumko bakhe obabungundaba-mlonyeni.