1 Kings 4:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Hazariya, unyana ka‐Natane, ebepezu kwabo abongama; no‐Zabude, unyana ka‐Natane, ebelinene, umhlobo wokumkani;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nguAzariya, unyana kaNatan, obephethe abongameli;nguZabhudi, unyana kaNatan, umbingeleli, obengumhlobo wokumkani;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAsariya, unyana kaNatan, ephethe abalungiseleli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uAzariya unyana kaNatan – umaqhuzu kubalawuli bezithili; uZabhude unyana kaNatan – umbingeleli nomcebisi kakumkani;