1 Kings 5:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwabekute, akuva u‐Hirame amazwi ka‐Solomone, wandula wavuya kakulu, wati: Makabongwe uyehova namhla nje, onike ku‐Davide unyana olumkileyo pezu kwababantu bakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, akuweva uHiram amazwi kaSolomon, wavuya kunene, wathi, Makabongwe uYehova namhla, omnikileyo uDavide unyana olumkileyo, wokubaphatha aba bantu baninzi kangaka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akuweva uHiram amazwi kaSolomon, wavuya kunene, wathi, Makabongwe uYehova namhla, omnike uDavide unyana olumkileyo, wokuba alulawule olu hlanga lukhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akulufumana ke olu daba uHiram wavuya kakhulu, wathi: “Namhlanje makabongwe uNdikhoyo, kuba kaloku uDavide umnike isilumko sonyana ukuze asilawule esi sizwe sikhulu kangaka.”