1 Kings 6:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nalondlu ukumkani u‐Solomone wayakela uyehova, bebuzikubite ezingamashumi matandatu ubude bayo, n ekubite ezingamashumi mabini ububanzi bayo, nekubite ezingamashumi matatu ubupakamo bayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Loo ndlu ukumkani uSolomon wamakhelayo uYehova ibiziikubhite ezimashumi mathandathu ubude bayo, iziikubhite ezimashumi mabini ububanzi bayo, iziikubhite ezimashumi mathathu ukuphakama kwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indlu awayakhela yona uYehova ukumkani uSolomon, ibiziikubhite ezimashumi mathandathu ubude bayo, iziikubhite ezimashumi mabini ububanzi bayo, nokuphakama kwayo kuziikubhite ezimashumi mathathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le ndlu kaNdikhoyo wayakhayo ke uSolomon ngaphakathi ubude bayo babuziimitha ezingamashumi amabini anesixhenxe; zazilithoba ububanzi, ukuphakama zilishumi elinesithathu nesiqingatha.