1 Kings 6:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nangomnyaka weshumi linesinye, ngenyanga yo‐Bule, eyinyanga yesibozo, ibigqitywa leyondlu, ngazo zonke indawo zayo, nangaso sonke isimilo sayo. Kwa njalo ebeyaka iminyaka yasixe̔nxe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngomnyaka weshumi elinamnye, ngenyanga enguBhuli, eyinyanga yesibhozo leyo, yagqitywa loo ndlu ezintweni zayo zonke, nasezimfanelekweni zayo zonke. Wayakha ngeminyaka esixhenxe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngomnyaka weshumi elinamnye, ngenyanga enguPoho, eyinyanga yesibhozo leyo, yagqitywa loo ndlu ezintweni zayo zonke, nasezintweni zayo zonke. Wachitha iminyaka esixhenxe eyakha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku kwathi ngonyaka wakhe weshumi elinanye, kwinyanga yesibhozo uBhuli, yagqitywa ukwakhiwa indlu kaThixo – ncincililii! Ewe, yakhiwa ngokwezicwangciso ezazimisiwe. Loo msebenzi wokuyakha ke wathatha iminyaka esixhenxe.