1 Kings 7:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba wadala intsika zambini ngexina, buzikubite ezilishumi linesibozo ubupakamo benye intsika; kanjalo usinga lwekubite ezilishumi linambini belungqonga enye intsika.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayila iintsika zambini zobhedu: zalishumi elinesibhozo iikubhite ukuphakama kwentsika inye, nomtya oziikubhite ezilishumi elinambini ukuthandela intsika inye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenza iintsika zambini zobhedu: yalishumi elinesibhozo iikubhite ukuphakama kwayo, nomtya oziikubhite ezilishumi elinambini ngeenxa zonke inye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uHuram lo wabumba iintsika zobhedu ezimbini, inye iziimitha ezisibhozo ukuphakama, iziimitha ezintlanu nesiqingatha jikelele.