1 Kings 7:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isibili salo besibububanzi besandla, nompeto walo ubunjengesetyenzwa lompeto wendebe, njeng entyatyambo zenyibiba: lwabamba ibate ezingamawaka mabini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubungqingqwa balo bebungangobubanzi besandla; udini lwalo belwenziwe lwanjengodini lwendebe, lwaneentyantyambo zeenyibiba; lulingene amawaka amabini eebhate.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuphakama kwalo bebungangobubanzi besandla; udini lwalo belwenziwe lwanjengodini lwendebe, lwaneentyantyambo zeenyibiba; lalinamawaka amabini amalulwane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ububanzi balo babulingana nesandla, umphetho walo ufana nekomityi, kanye oku kwenyibiba edubuleyo. Lalingena iilitha ezingamawaka angamashumi amane.