1 Kings 7:47 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zonke ezimpahla waziyeka u‐Solomone zingalinganiswa, ngenxa yobuninzi obukulu kakulu bazo; bekungenakupengululwa ukuba nzima kwexina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waziyeka uSolomon zonke iimpahla zingalinganiswanga, ngokuba bezizininzi kakhulu kunene; abafumaneka ubunzima bobhedu olo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waziyeka uSolomon zonke izitya zingalinganiswanga, ngokuba bezizininzi kakhulu; kwaye ubunzima bomthengi abukamiselwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USolomon zange abulinganise ubunzima bezi zinto, kuba kaloku zazininzi gqitha. Ngoko ke ubunzima bobhedu zange bulinganiswe.