1 Kings 7:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zonke ezi zibe zingamatye anqabileyo, njengemilinganiswa yamatye aqandulweyo, esikiwe ngesaṙa, pakati nangapandle, kwa kulo isekwa kude kwakulo ulundi, nangapandle ngasebaleni elikulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke ezo zinto bezizezamatye anqabileyo, aqingqwe ngokomlinganiso, asarhiweyo ngeesarha, ngaphakathi nangaphandle; ethabathela esisekweni esa elungqwini, ethabathela nangaphandle esa entendelezweni enkulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zonke ezo zinto bezizezamatye anqabileyo, ngokomlinganiso wamatye aqingqiweyo, asarhiweyo ngeesarha, ngaphakathi nangaphandle, ethabathela esisekweni esa eluphahleni, nangaphandle esa entendelezweni enkulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zonke ezi zakhiwo, kunye neyadikazi enkulu, zazakhiwe ngawona matye odidi oluphambili ukusuka kwiziseko zazo kuye kuthi xhaxhe ekudibaneni nophahla. La matye ayelungiselwa apho ayembiwa khona ukuze angene athi ngci ezindaweni zawo. Ayecokiswa ngeesarha ukuze afaneleke ngaphandle nangaphakathi.