1 Kings 8:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sendikwakele ngenyaniso indlu yokuhlala, indawo yokuhlala kwako kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukukwakhela, ndikwakhele indlu, ukuba ibe yeyokuhlala wena, indawo yokuhlala wena ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ke ndikwakhele indlu apho uya kuhlala khona, indawo eqinileyo oya kuhlala kuyo ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke mna ngenene ndikwakhele ipomakazi lendlu, indawo oya kuhlala kuyo ngonaphakade.”