1 Kings 8:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko indlu leyo akuyi kuyaka wena; kodwa unyana wako oya kupuma esinqeni sako, nguye oya kwakela igama lam indlu leyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noko ke akusayi kuyakha indlu wena: unyana wakho ophuma esinqeni sakho, nguye oya kulakhela indlu igama lam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke wena akuwenzi umzi; kodwa unyana wakho uya kuphuma esinqeni sakho, yena uya kulakhela indlu igama lam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noko ke kambe asinguwe oza kulakhela indlu igama lam, koko yoba ngunyana wakho; nditsho kanye owesinqe sakho – nguye oya kulakhela indlu igama lam.’