1 Kings 8:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
konke ukutandaza, konke ukutaṙuzisa, okuya kwenziwa ngumntu otile, umhlaumbi ngabo bonke abantu bako o‐Sirayeli, oko baya kwazi abanye ngabanye isibulawa sezabo intliziyo, bazolule izandla zabo kulendlu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuthandaza, nokutarhuzisa nokuba kukuphi, okuthe kwenziwa ngubani, nokuba ngabantu bakho bonke amaSirayeli, abathe besazi elowo isibetho sentliziyo yakhe, bazolulela kule ndlu izandla zabo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umthandazo nawo nawuphi na umthandazo othe wacelwa nguye nabani na okanye ngabantu bakho bonke amaSirayeli, bayakwazi ngamnye ukufa kwentliziyo yakhe baze bazolulele izandla zabo kule ndlu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
makuthi xa kukho nawuphi na kubantu bakho othandazayo ekhunga ngenxa yokubandezeleka kwentliziyo yakhe, nezandla zakhe eziphakamisela kule ndlu,