1 Kings 8:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wandule wena uve ezulwini, uxolele, wenze, ubanike abanye ngabanye njengazo zonke indlela zabo, abantliziyo uzaziyo; (ngokuba nguwe wedwa ozaziyo intliziyo zabo bonke onyana babantu;)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yiva ke wena emazulwini, endaweni ohlala kuyo, uxolele;wenze, umnike elowo ngokweendlela zakhe zonke, ngokuyazi kwakho intliziyo yakhe (ngokuba nguwe wedwa ozaziyo iintliziyo zoonyana bonke babantu);
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiva ke ngoko wena emazulwini, apho uhlala khona, uxolele; ngokuba nguwe wedwa ozaziyo iintliziyo zoonyana babantu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wena ke yiva usekhayeni lakho ezulwini. Ewe, xolela, ulowo nalowo umphathe ngokwezenzo zakhe, kuba wena uyayazi intliziyo yakhe. (Kaloku nguwe wedwa ozaziyo iintliziyo zabantu bonke.)