1 Kings 8:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(ngokuba beya kuva igama lako elikulu, nesandla sako esomeleleyo, nengalo yako eyolulweyo;) nxa aya kuza, atandaze kulendlu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
(ngokuba baya kuliva igama lakho elikhulu, nesandla sakho esithe nkqi, nengalo yakho eyolukileyo); weza ke lowo, wathandaza ekule ndlu:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba baya kuliva igama lakho elikhulu, nesandla sakho esithe nkqi, nengalo yakho ethe tye, ukuba uthe weza wathandaza ekule ndlu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kaloku abantu baya kuva ngodumo lwegama lakho nangamandla esandla sakho kunye nobungangamsha bengalo yakho – onjalo ke makathi akuza kuthandaza apha kule ndlu,