1 Kings 8:44 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa abantu bako bapumayo ukuya kulwa ngakuzo intshaba zabo, ngendlela uya kubatuma ngayo, baze batandaze kuyehova, ngakuso esisixeko usinyulileyo, na ngakuyo lendlu endiyakileyo ngenxa yegama lako;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa bathe abantu bakho baphuma, baya kulwa notshaba lwabo, ngendlela obathume ngayo, bathandaza kuYehova, bebhekisa kulo mzi uwunyulileyo, nakule ndlu ndiyakhele igama lakho:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa abantu bakho bathe bazihlasela iintshaba zabo, apho ubathumela khona, bathandaza kuYehova bebhekisa kulo mzi uwunyulileyo, nakule ndlu ndiyakhele igama lakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Nabantu bakho xa bathe baya emfazweni besilwa neentshaba zabo, noba ubathumela phi na, mabathi bakuthandaza kuwe bebhekisa kule ndlu ndiyakhele igama lakho kwesi sixeko osinyulileyo,