1 Kings 8:55 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wema, watamsanqelisa yonke intlanganiso yo‐Sirayeli ngelizwi elikulu, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wema, walisikelela lonke ibandla lakwaSirayeli ngezwi elikhulu, wathi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wesuka wema, walisikelela lonke ibandla lakwaSirayeli ngelizwi elikhulu, wathi:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wema ngoku, wayithamsanqela yonke loo ndimbane yebandla likaSirayeli. Ewe, wadanduluka ekhwaza esithi: