1 Kings 8:58 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
atobele intliziyo zetu ngakuye, ukuba sihambe kuzo zonke indlela zake, nokuba sigcine imiyalelo yake, nezimiselo zake, nezigwebo zake, abeyalela obawo betu ngazo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze ayithobele kuye intliziyo yethu, sihambe ngeendlela zakhe zonke, sigcine imithetho yakhe, nemimiselo yakhe, namasiko akhe, njengoko abebawisele umthetho ngako oobawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze ayithobele kuye intliziyo yethu ukuba sihambe ngeendlela zakhe zonke, sigcine imiyalelo yakhe, nemithetho yakhe, nezigwebo zakhe, awabawisela umthetho ngazo oobawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngamana waziguqulela kuye iintliziyo zethu, ukuze sihambe ngazo zonke iindlela zakhe, siyigcine imithetho nemimiselo nemiqathango yakhe awayinika oobawo.