1 Kings 8:60 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze bakwazi bonke abantu bomhlaba ukuba uyehova unguye utixo, kungeko wumbi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze zazi zonke izizwe zomhlaba, ukuba uYehova nguye uThixo, akukho wumbi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze bonke abantu behlabathi bazi ukuba uYehova unguThixo, akukho wumbi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
khon' ukuze zonke izizwe zehlabathi ziqonde ukuba uNdikhoyo nguThixo, akukho wumbi ngaphandle kwakhe.