1 Kings 9:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute, nxa u‐Solomone abegqibile ukwaka indlu kayehova, nendlu yokumkani, nako konke ukunqwenela kuka‐Solomone owabetanda ukukwenza,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, akugqiba uSolomon ukuyakha indlu kaYehova, nendlu yokumkani, nako konke abekulangazelele uSolomon, abenqwenela ukwenza kona,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wagqiba uSolomon ukuyakha indlu kaYehova, nendlu yokumkani, nomnqweno wonke kaSolomon, abefuna ukukwenza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uSolomon wathi akuba egqibile ukwakha indlu *kaNdikhoyo kunye nebhotwe lakhe nako konke oko wafikelela kuko ngokweenjongo zakhe,