1 Kings 9:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAZA kwati ekupeleni kweminyaka emashumi mabini, okuya u‐Solomone abezakile izindlu ezo zombini, indlu kayehova, nendlu yokumkani,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ekupheleni kweminyaka emashumi mabini, awazakha ngayo uSolomon izindlu zombini, indlu kaYehova nendlu kakumkani
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekupheleni kweminyaka emashumi mabini, uSolomon wayakha izindlu ezimbini indlu kaYehova nendlu yokumkani;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ekupheleni kwamashumi amabini eminyaka, xesha elo walithathayo uSolomon ekwakheni ezi zakhiwo zibini ziyindlu kaNdikhoyo nebhotwe likakumkani,