1 Kings 9:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(u‐Hirame, ukumkani we‐Tire, ebencedile u‐Solomone ngemiti yesedare, nangemiti yeberoshe, nangegolide, ngako konke ukutanda kwake,) wandula ukumkani u‐Solomone wampa u‐Hirame izixeko ezimashumi mabini elizweni le‐Galili.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
(uHiram ukumkani waseTire ebemncedile uSolomon ngemisedare nangemisipres, nangegolide, ngangoko abekunqwenele), ukumkani uSolomon wamnika uHiram amashumi amabini emizi ezweni leGalili.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke uHiram, ukumkani waseTire, wanika uSolomon imisedare nemisipres, nemisipres, negolide, ngangokuthanda kwakhe konke; ngoko ukumkani uSolomon wamnika uHiram izixeko ezimashumi mabini ezweni laseGalili.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukumkani uSolomon wanika ukumkani uHiram waseTire iidolophu ezimashumi mabini kweliya laseGalili. Kaloku uHiram lo nguye owamxhasa ngazo zonke izinto awayezifuna: imithi yomsedare, imipayini, kunye negolide.