1 Kings 9:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ngoko: Zezinina izixeko ezi uzipile kum, mzalwana wam? Wayezibiza ngokuti lilizwe le‐Kabule kwada kwanamhla nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Yimizi mini na le undinikileyo, mzalwana wam? Wathi, Lilizwe laseKabhuli unanamhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Yimizi mini na le undinikileyo, mzalwana wam? Wathi lilizwe laseKabhuli unanamhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabuza wathi: “Ezi dolophu undiphe zona yile mfeketho, mntakwethu?” Wazibiza ngokuba ngumhlaba waseKabhuli. Zisabizwa njalo ke unanamhla.