1 Kings 9:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
abantwana babo ababesele emva kwabo elizweni, abo usapo luka‐Sirayeli belukohliwe ukubalahlela ekutshatyalalisweni, kwa pezu kwabo wabeka u‐Solomone ukunikela ngenkonzo kwada kwanamhla nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oonyana babo abasala emva kwabo ezweni, ababengenako oonyana bakaSirayeli ukubasingela phantsi, wabahlahla uSolomon, ukuba babe ngamakhoboka afakwa uviko unanamhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana babo abasala emva kwabo elizweni, abo oonyana bakaSirayeli babengabaqalekisanga nokubaqalekisa, uSolomon wabamisela irhafu yenkonzo de kube namhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
koko zazisisizukulwana sazo ezingazange zacinywa igama ngamaSirayeli – uSolomon wagaya bona baba libutho labasebenzi abanyanzelwayo, njengoko kusenjalo unanamhla.