1 Peter 1:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bapengulula ukuba lixesha elinina umhlaumbi elinjanina abexela ngalo umoya ka‐Kristu obekubo, enqi̔na ngapambili intlungu zimis elwe u‐Kristu, nobungcwalisa obuya kulandela:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bephengulula ukuba wayesalatha xesha lini na, linjani na, uMoya kaKristu, awayezingqinela kubo ngenxa engaphambili iintlungu ezamiselwa uKristu, nozuko oluya kuzilandela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
bephengulula ukuba wayesalatha xesha lini na, linjani na, uMoya kaKristu, awayezingqinela kubo ngenxa engaphambili iintlungu ezamiselwa uKristu, nozuko oluya kuzilandela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babethetha ngesisa eniya kusenzelwa nguThixo. Babezama ukuphonononga ukuba zaziya kuhla nini na, njani na, ezo zigigaba. Kaloku uMoya kaKrestu wabatyhilela intlungu eyayiza kuhlela uKrestu ngeli thuba, newonga awayeza kulixhamla.