1 Peter 1:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
obete okunene waziwa ngapambili lingekamiswa ilizwe, kodwa wabonakaliswa ngalamaxesha okugqibela ngenxa yenu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
owaziwayo ngenxa engaphambili okunene, ngaphambi kokusekwa kwehlabathi, kodwa wabonakalaliswa ekugqibeleni kwamaxesha la ngenxa yenu, nina nikholwayo ngaye kuThixo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
owathi okunene wanyulwa ngenxa engaphambili, lingekasekwa ihlabathi, wabonakalaliswa kuni ekupheleni kwala maxesha;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wanyulwa nguThixo, lingekadalwa ihlabathi, wabonakala ngenxa yenu kule mihla yokugqibela.