1 Peter 1:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uluntu lwonke lunjengenca, nabo bonke ubungcwalisa bomntu bunjengembali yenca: yona inca iyabuna, nembali yayo iyavutuluka;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa enokuba Yonke inyama injengengca, Nabo bonke ubuqaqawuli bomntu bunjengentyantyambo yengca. Ingca iyoma, ivuthuluke nentyantyambo yayo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba Yonke inyama injengengca, Nabo bonke ubuqaqawuli bomntu bunjengentyantyambo yengca. Ingca iyoma, ivuthuluke nentyantyambo yayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zitsho neziBhalo ukuthi: “Umntu unjengengca, nodumo lwakhe lunjengentyatyambo yengca. Iyabuna ingca, ivuthuluke intyatyambo,