1 Peter 1:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nisamkela isipelo sokolo lwenu, usindiswa lwemipefumlo yenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nisamkela isiphelo sokholo lwenu, usindiso ke lwemiphefumlo yenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nisamkela isiphelo sokholo lwenu, usindiso ke lwemiphefumlo yenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba seniyibona injongo yokholo lwenu; ndixela inkululeko yenu.